IMatific ifumaneka kumazwe angaphezu kwama50, nangeelwimi ezingaphezu kwama40. Oku kuthetha ukuba sigubungela ikharityhulam yasekhaya kumazwe angaphezu kwama50. Nawuphi na umfundi unokufunda nangaluphi na ulwimi, kwanokuba lwahlukile kolu ufundisa ngalo. Oku kwenza iMatific ilungele iiklasi zeelwimi ezininzi, kuba kunokwenzeka ukuba abafundi abohlukeneyo basebenzise iilwimi ezahlukeneyo kwiklasi enye.
