Kutheni iFinancial Literacy Ibalulekile
IFinancial Literacy ibalulekile kwikamva lomntwana ngamnye. Izifundo ezizayo zikaMatific zeFinancial Literacy zenza kube lula, kunxibelelaneke kwaye kubandakanyeke ukufundisa izkhono zobomi ezisebenzayo ezifana nezi:
UHlahlo lwabiwo mali & Ukonga
Funda indlela yokuphatha, ukucwangcisa nokuhulisa imali ngokufanelekileyo.
Ukuqonda iMali
Qonda indlela ixabiso elisebenza ngayo kwihlabathi kunye nendlela yokuthelekisa indleko.
UBuchule Bokuchitha imali
Yenza izigqibo ezinolwazi kwaye uqonde iminqweno kwiimfuno
Tyala imali kwixesha eLizayo
Funda indlela imali mboleko, utyalo mali, nenzuzo edibeneyo ezidibana ngayo ukudala uzinzo namathuba exesha elizayo.
Kwizikolo nakooTitshala
Nokuba usandul’ ukuqala uMatific okanye sele ufundisa izibalo nathi, iFinancial Literacy ihambelana kakuhle neenjongo zakho zeklasi. Nantsi into oza kuyithanda.
Izifundo ezilungele ukusetyenziswa ezisebenzisanayo
Yenza iikhonsepthi zemali ziphile ngexesha elincinci lokulungiselela.
Izikhokelo zikaTitshala kunye nezixhobo
Cwangcisa ngokulula izifundo zeFinancial Literacy.
Ukuhlanganiswa okungena kuphazamiseka
Sebenzisa iMatific dashboard ekhoyo ngokulula.
Ilungele igumbi lokufundela
Iqhakamshelana ngqo nezihloko zezibalo nezakhono ezibalulekileyo zobomi.
Ukufunda okusekelwe kuMdlalo
Guqula iingcinga zemali ezingenakuqondwa ngokuthe ngqo zibe ngamava anomdla nanokunxulumana nawo
iiProfessional Development workshops
Ukuxhobisa ootitshala benze impembelelo ehlala ihleli kwiiklasi zabo
Baza kufunda ntoni abafundi bakho?
Xhobisa abafundi ngezakhono zemali ezibalulekileyo kwihlabathi elingaphaya kwegumbi lokufundela
Imali Kwihlabathi Lanamhlanje
Phonononga ukuba imali iyintoni kanye kanye — ukusuka kwimali yesintu ukuya kwiintlawulo zedijithali — kunye nendlela imali esetyenziswa ngayo ekubunjweni kobomi bemihla ngemihla.
Iinjongo kunye noCwangciso oluLungileyo
Beka iinjongo ezinentsingiselo zexesha elifutshane nelide , yakha uhlahlo lwabiwo mali olulula, kwaye wenze izigqibo zokusebenzisa imali ngobulumko.
Ukuchitha Imali ngobuchule noKhetho lwaBathengi
Vavanya amaxabiso, uqonde izaphulelo, kwaye wenze ukhetho olunolwazi olubonisa ixabiso, imfuno, kunye nempembelelo yoluntu.
UbuQhetseba nobuQhophololo
Qaphela kwaye uphephe ubuqhetseba, ubuqhophololo, kunye, nomngcipheko – kwi-intanethi nakwihlabathi.
Imali mboleko kunye neZavenge
Indlela yokuvavanya ukuba kufanelekile na ukuthatha imali mboleko kwaye zithini iindleko ezifunekayo.
IDigital Safety ne Cyber Security
Qaphela umngcipheko kwi-intanethi, jonga ubuqhetseba bedijithali, kwaye ukhusele ulwazi lomntu nolwezemali kwihlabathi elidibeneyo.
Ukuqonda Ingeniso kunye neeRhafu
Jonga indlela ingeniso, imivuzo nerhafu ezihambelana ngayo nocwangciso lwezemali lomntu ngamnye — kwaye kutheni imikhwa yerhafu ethembekileyo ibalulekile.
Ukwaziswa kuTyalo mali
Fumanisa iingcamango eziphambili zemali ezifana nomngcipheko, imbuyekezo, kunye nokwahlukahluka, kwaye uqonde indlela ukucinga ixesha elide okwakha ngayo ubutyebi ngokunenkathalo.
IMatific Advantage
Matific’s award-winning platform iguqula iingcamango ezintsonkothileyo zibe luhambo lokufunda olunomdla. Ithenjwa ngootitshala kwihlabathi liphela, iyanceda:.
Nciphisa ixesha lokulungiselela ngamawaka emisebenzi esele ilungele ukusetyenziswa
Qinisekisa ukuqonda ngokusebenzisa iinkqubo zokwenyani
Yandisa ukuzibandakanya nokuzithemba ngokufunda okusekelwe ekudlaleni
50+
iilwimi
70+
amazwe
2000s
yemisebenzi
Iibhiliyoni
iingxaki zezibalo zisonjululwe
Izigidi
yabafundi
15000+
Uphononongo lweenkwenkwezi ezi5
ULwazi lokuFunda nokuBhala ngeMali
Bring Real-World Money Skills to Your Learners
